Description
Ndiyinkwenkwe entsundu EFUNA UKWAZI.
Ndihlola ilizwe elindingqongileyo …
Ndiyinkwenkwe entsundu EYAMKELAYO.
Ndiyabahlonipha abantu abohlukileyo kum.
Ukubalasela komntu endinguye yincwadi enempembelelo eyomeleza ukuzithemba kumakhwenkwe antsundu. Le ncwadi ikhuthaza amakhwenkwe ukuba abhiyozele oko kubenza bohluke ngelixa bezama kangangoko ukwenza okulungileyo kwilizwe elibangqongileyo. Ikwabaphembelela ukuba baleqe amaphupha abo kwaye babe nokuyila.











Reviews
There are no reviews yet.