Description
Amabalana amafutshane alishumi, anemifanekiso emihle kakhulu. Amalunga Namabali emveli aziintsomi zasemzantsi afrika. Ibali ngalinye linomdla, Kwaye futhi linemfundiso. Alungele abantwana abunobudala obukwiminyaka esi-8 ukuya kweli-10. Nawuphina umzali okanye utitshala kubalulekile ukuba abe nawo la mabalana ukuze afundele abantwana abancinane. A wonderful storybook consisting of ten stories with beautiful illustrations. Each story contains a good moral lesson. An excellent read for younger ones.











Reviews
There are no reviews yet.