Tippie Leer Xhosa Funda Ukufunda (IsiXhosa 1) – 9780639604831

R55.00

Lincwadi ezilishumi ezilandelayo ezikwizinga loMzantsi Afrika siyaziqhenya ngazo. Ezi ncwadi zinika umdla,zakha izakhono ezifunyenwe kwinqanaba 1. Isigama sisoloko sincediswa yimiboniso enemibala eqaqambileyo,encedisa ukuqonda,izikhamiso ezifutshane kunaye namaqela amaqabane alula.

SKU: 9780639604831 Category:

Description

Funda ukufunda kulula kakhulu kunye noTippie indlovu.

Ibali ngalinye lingumahluko, linika umdla kwaye umbhalo usoloko uncediswa yimiboniso enemibala eqaqambileyo encedisa ukuqonda. Amava kaTippie ale mihla ehambo zalonwabo kwincwadi nganye kube kugxile ekukhuliseni ingqiqo yomntwana. Ezi ncwadi zokufunda zenziwe ngokulandelelana zigxile ukukhulisa isandi, zidibanisa izandi nonobumba zikwakha impumelelo nokuzithemba ekufundeni iincwadi zokuqala ezilishumi ziluthotho ziqwalasela izikhamiso ezifutshane, amaqabane alula, ukudibanisa amagama kunye namagama ajongisiswayo.

Learning to read isiXhosa is super easy with Tippie the elephant.

Each story is unique, interesting and the text is always supported by colourful, engaging illustrations that will aid comprehension. Tippie experiences modern day adventures in each book whilst staying true to typical child development. These sequential reading books were designed with a focus on sound development, linking sounds and letters as well as building success and selfconfidence in reading.

Additional information

Weight 0.05 kg
Dimensions 137 × 212 mm
Brand

Jose Palmer

Reviews

There are no reviews yet.

Only logged in customers who have purchased this product may leave a review.

Recently Viewed Products