Description
Utata namakhwenkwe baye edolophini. Funda uve ukuba bathenge ntoni edolophini. Dad and the boys went to town. Read and find out what they bought in town. Wenza ntoni esikolweni? Funda uve ngosuku lukaMimi esikolweni. What do you do at school? Read and find out about Mimia’s day at school. Ngeyiphi indawo ongathanda ukuyindwendwela? USinethemba undwendwele eThekwini kwaye imozulu Ishushu. Funda uve ukuba wenza ntoni uSinethemba eThekwini. Which place would you like to visit? SinethembaIs visiting Durban and the weatherIs hot. Read about what Sinethemba does in Durban. Ngeliphi ixesha lonyaka olithanda kakhulu? Wenza ntoni ngelo xesha lonyaka? Funda uve ukuba leliphi ixesha lonyaka uMpuku alithanda kakhulu. WhichIs your best season? What do you do in that season? Read and find out whichIs Mousea’s best season











Reviews
There are no reviews yet.