Impangele Namanye Amabali – 9780796026835

R132.12

Amabalana amafutshane alishumi, anemifanekiso emihle kakhulu. Amalunga Namabali emveli aziintsomi zasemzantsi afrika. Ibali ngalinye linomdla, Kwaye futhi linemfundiso. Alungele abantwana abunobudala obukwiminyaka esi-8 ukuya kweli-10. Nawuphina umzali okanye utitshala kubalulekile ukuba abe nawo la mabalana ukuze afundele abantwana abancinane.

7 in stock

SKU: 9780796026835 Category:

Description

Amabalana amafutshane alishumi, anemifanekiso emihle kakhulu. Amalunga Namabali emveli aziintsomi zasemzantsi afrika. Ibali ngalinye linomdla, Kwaye futhi linemfundiso. Alungele abantwana abunobudala obukwiminyaka esi-8 ukuya kweli-10. Nawuphina umzali okanye utitshala kubalulekile ukuba abe nawo la mabalana ukuze afundele abantwana abancinane. A wonderful storybook consisting of ten stories with beautiful illustrations. Each story contains a good moral lesson. An excellent read for younger ones.

Additional information

Weight 0.5 kg
Dimensions 15 × 210 × 297 mm
Brand

N. Bangeni

Reviews

There are no reviews yet.

Only logged in customers who have purchased this product may leave a review.

Recently Viewed Products