THE SINGING CHAMELEON (XHOSA) ULOVANE OLUCULAYO – 9780796034991

R133.89

Lovane, awumbi ngako. Uluhlazo kuthi sonke! esi sisikhalo sabahlali bangasemlamjeni samihla le. Emva kwexesha uLovane ude wawakholelwa la mazwi akhohlakeleyo. ULovane olilolo ongenathemba lanto mihla le, uyakucaphukela ukusa kwemini entsha.

SKU: 9780796034991 Category:

Description

Lovane, awumbi ngako. Uluhlazo kuthi sonke! esi sisikhalo sabahlali bangasemlamjeni samihla le. Emva kwexesha uLovane ude wawakholelwa la mazwi akhohlakeleyo. ULovane olilolo ongenathemba lanto mihla le, uyakucaphukela ukusa kwemini entsha. Kodwa ke ngethamsanqa udibana nentini kunye nexhego elidala elithi liqalise ngeziganeko ezitshintsha ubomi bakhe. Ulovane Oluculayo libali elivuselelayo laseMalawi elibaliswe kwakhona ngumbhali nombalisi wamabali ohlonitshiweyo emhlabeni jikelele, uGcina Mhlophe, elinemizobo egqamileyo ezotywe ngumzobi owaziwayo uKalle Becker. Ukungazithembi kukaLovane nokukhohlakala kwabahlali basemlanjeni kuza kwenza abafundi abancinci nabadala babe novelwano ngoLovane.

Additional information

Weight 0.5 kg
Dimensions 15 × 148 × 210 mm
Brand

Gcina Mhlophe

Reviews

There are no reviews yet.

Only logged in customers who have purchased this product may leave a review.

Recently Viewed Products