Saphela isizungu kuZingi Grades 4-6 Novel (IsiXhosa Home Language): Grade 4 – 6 – 9780636214330

R104.00

Winner – Maskew Miller Longman 2017 Literature Awards. Le ncwadi ibonakalisa ukuba umntwana xa enesigulo anaso kufuneka ezinonophele, kwaye alandele imiyalelo kagqirha neyabazali bakhe.

SKU: 9780636214330 Category:

Description

Winner – Maskew Miller Longman 2017 Literature Awards. Le ncwadi ibonakalisa ukuba umntwana xa enesigulo anaso kufuneka ezinonophele, kwaye alandele imiyalelo kagqirha neyabazali bakhe. Oku akukhange kubelula kuZingi njengokuba abahlobo bakhe esikolweni ebebabona besonwabela izidlo abazithandayo kungekho kuxhalaba ngokugula njengaye. Bekuba buhlungu ngakumbi xa ebona umntu esitya ikeyiki kunye netshokoleyithi azithanda kakhulu. Kule Ncwadi sikwatyetyiselwa ngokubaluleka kobuntu njengoko uZingi ngenxa yentliziyo entle awayibonakalisayo kwisilwanyana wazibona naye ezuza impilo, kwanokuphinda atye izinto azithanda kakhulu engafikelwanga sisifo sokurhawuzelela njengakuqala. Uncedo oluye lwamphilisa kwisifo sokurhawuzelela walufumana kuMama uNobesuthu ongugqirha wabantwana owathi akufumanisa ukuba uZingi wagcina ngothando inja yabantwana bakhe eyayilahlekile, wayithanda ngokungathi yeyakhe, wamnika uncedo lwamayeza ngaphandle kwentlawulo. Funda uzivele!

Additional information

Weight 0.5 kg
Dimensions 15 × 138 × 210 mm
Brand

Z. Pakama

Reviews

There are no reviews yet.

Only logged in customers who have purchased this product may leave a review.

Recently Viewed Products