Description
Lo mdlalo ungetombi enguNozibele Luzi eyazalwa yakhulela kwikhaya labantu abahluphekayo, ababomvu. Xa ekwibanga lesibhozo waba nzima, wakhanyelwa nguSipho waza wayekiswa nguyise esikolweni. Wacholwa ngumfana onguZolani wamfunel’ umsebenzi wafundisa, bathandana. Sele esekholejini uNozibele wabuyela kuSipho. UZolani waziva engcatshiwe nguNozibele waza wambulala kuba wayecinga ukuba sel’efumene umfazi.











Reviews
There are no reviews yet.