Inzala YamaRhamba – 9780636176546

R139.00

Winner – Maskew Miller Longman 2014 Literature Awards. Eli libali elilungiselelwe umdlalo weqonga.

SKU: 9780636176546 Category:

Description

Winner – Maskew Miller Longman 2014 Literature Awards. Eli libali elilungiselelwe umdlalo weqonga. Usomashishini oselula nodumileyo okwidolophu yaseNgcobo unoshishino oluxube nokulukuhlwa kwabantwana abangamantombazana aselula, uwafundisa ukusebenzisa iziyobisi, aze kamva awaxhaphaze ngokwesini, andule ke ukuwafaka kushishino lwakhe lokuthengisa ngemizimba. Kumaxhoba singabalula intwazana entle kakhulu, eselula kwaye ekrele-krele ibikhula kwaye ibonisa inkangeleko elandelwa koko kufunwa yintliziyo yayo. Le ntwazana igqibele ngokuba neengcwangu, umsindo, inzondo nentiyo engummangaliso kwaye iqinisekile ngokuziphindezela. Kazi yozala nkomoni na le ntiyo? Masizivele! The story is about a young school girl who disobeys her parents and dates a cruel businessman who is engaged in illegal activities. The businessman dismisses the girl and she moves to Cape Town with a broken heart. She becomes the warder at a prison and this is where she starts to have a feeling of revenge.

Additional information

Weight 0.5 kg
Dimensions 15 × 136 × 212 mm
Brand

M. Mlokoti

Reviews

There are no reviews yet.

Only logged in customers who have purchased this product may leave a review.

Recently Viewed Products