TOO SMALL THEMBA (XHOSA) NOKO USEMNCINANE THEMBA – 9780796004208

R97.90

Asukho mntu wayelufuna uncedo lukaThemba. Bonke babemxelela ukuba mncinci kakhulu. Wayelusizi yile nto. Kwaza kwehla into. No-one wanted Themba’s help. They all told him he was too small. He was very sad. Then something happened that only Themba could solve.

SKU: 9780796004208 Category:

Description

UThemba wayefuna into anokuyenza. Udade wabo nomntakwabo babengafuniukudlala naye, kwaye wayemncinci kakhulu ukuba angabanceda adlale nabo kuba bona babebadala kunaye. Wakhwela phezulu emthini, waba sencotsheni yomthi omkhulu. Wathi ngokwenza njalo wazibo

Additional information

Weight 0.5 kg
Dimensions 15 × 245 × 175 mm
Brand

S.J. Boucher

Reviews

There are no reviews yet.

Only logged in customers who have purchased this product may leave a review.

Recently Viewed Products