Ndinqula Izihlwele Zasekhaya – 9780947477882

R112.54

Le ncwadi ingena phantsi koluhlu loncwadi oluluncwadi lwemveli kwaye ibhalelwe ukuhlangabezana neengxaki zomzi kaXhosa kumba wonqulo lwesiNtu. Kwiinkalo zonke abantu basengxakini yokufuna ukuqonda iindlela ebezisonjululwa ngayo iingxaki ezinxulumene nobuntu bakwaXhosa.

SKU: 9780947477882 Category:

Description

Le ncwadi ingena phantsi koluhlu loncwadi oluluncwadi lwemveli kwaye ibhalelwe ukuhlangabezana neengxaki zomzi kaXhosa kumba wonqulo lwesiNtu. Kwiinkalo zonke abantu basengxakini yokufuna ukuqonda iindlela ebezisonjululwa ngayo iingxaki ezinxulumene nobuntu bakwaXhosa. Le incwadi ibalasele nangobudrama, iingxoxo, iingoma, nentetho-ngqo, iziganeko ezibalulekileyo kwaXhosa neziduko. This book reinforces matters pertaining to traditional religion and beliefs, many of which are gradually disappearing.

Additional information

Weight 0.5 kg
Dimensions 15 × 148 × 210 mm
Brand

M. T. A. Makuliwe

Reviews

There are no reviews yet.

Only logged in customers who have purchased this product may leave a review.

Recently Viewed Products