Description
UNkosazana ubonakalisa ukuba ngumhlobo wokwenene mhla umhlobo wakhe uYolisa wayesengxakini yokutyholwa ngento angayenzanga. UNkosazana wazama icebo lukukhupha umhlobo wakhe kulo ngxaki, waze waphumelela. Leli cebo elahlamba igama lomhlobokazi wakhe. This s











Reviews
There are no reviews yet.