Idayimani Icholwa Eluthulini – 9780796017079

R86.89

Le yincwadi engumdlalo olungiselelwe ukufundwa okanye udlalwe eqongeni. Owona mxholo wale ncwadi luthando olunokufumaneka naphi na, ngokokude baphele sele bede batshata abo babini. Maxa wambi aba bantu sukube babedibene endaweni engekho mgangathweni, nekungenakuze kucingelwe ukuba kukho umntu ongafumana iqabane kuyo.

6 in stock

SKU: 9780796017079 Category:

Description

Le yincwadi engumdlalo olungiselelwe ukufundwa okanye udlalwe eqongeni. Owona mxholo wale ncwadi luthando olunokufumaneka naphi na, ngokokude baphele sele bede batshata abo babini. Maxa wambi aba bantu sukube babedibene endaweni engekho mgangathweni, nekungenakuze kucingelwe ukuba kukho umntu ongafumana iqabane kuyo. The theme of love underpins this drama.

Additional information

Weight 0.5 kg
Dimensions 15 × 148 × 210 mm
Brand

Z.A. Japhta

Reviews

There are no reviews yet.

Only logged in customers who have purchased this product may leave a review.

Recently Viewed Products